Sifa Lyrics

Mandihambe Nawe Jesu by Lusanda Spiritual Group cover art

Lusanda Spiritual Group - Mandihambe Nawe Jesu Lyrics

Artist:
Lusanda Spiritual Group
Album:
Mandihambe Nawe Jesu
Official Release:
23 Feb 2001

Lyrics

Mandihambe nawe yesu kuzozo zonke indlela zam izwi lakho mandilive lonki xesha nkosi yam
Mandihambe nawe yesu
Uzoyisi ntsaba zam unamandla andinawo, lawula nkosi
ungoyiki mphefumlo wam yondikhaph inkosi yami ndoya nayo ndingaphiki ithi yiza ekhaya
mandihlale nawe yesu kwakufika ukufa uzundamkele ezulwini ndibe kuwe nkosi yam
ungoyiki mphefumlo wam yondikhaph inkosi yaami ndoya nayo ndingaphindi ithi yiza ekhaya.


Video