Umbhedesho Lyrics

Joyous Celebration africa

Chorus:
Siyakudumisa Thixo (We praise your name God)
Siyakuvuma ukuba unguYehova (We're grateful
that you're Lord)
Umhlaba wonke ubhedesha wena (The world
bows before you)

Umbhedesho Video

Umbhedesho Lyrics

Siyakudumisa Thixo (We praise your name God)
Siyakuvuma ukuba unguYehova (We're grateful
that you're Lord)
Umhlaba wonke ubhedesha wena (The world
bows before you)
OYise ongunaphakade (You're Everlasting)
Zonke iingelosi zimemeza kuwe (The angels
worship you)
KwaneZulu nawo onke amandla akulo (And the
earth before your might)
IKherobime neSerafime (The Cherubim and the
Seraphim)
Zimana zimemeza kuwe (Always worship you)
Uyingcwele, uyingcwele uyingcwele! (You are
holy)
Yehova Thixo wemikhosi (Lord, God almighty)
Izulu lizele kwanomhlaba (The fill the heavens)
Bubukhulu nobugcwalisa bakho (And the earth
with your grace)
Amen, Ameni...
Nkosi ndithembe wena (Father my trust is in you)
Mandingaze ndidaniswe (That I may never be
disgraced)